• Ingoma 148 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Watyholwa Kwathiwa Ubangela Iingxaki”: (imiz. 10)

    • IZe 23:12, 16​—Icebo lokubulala uPawulos zange liphumelele (bt 191 ¶5-6)

    • IZe 24:2, 5, 6​—UTertulo owayeqhele ukuthetha phambi kwabantu wamangalela uPawulos kwirhuluneli yaseRoma (bt 192 ¶10)

    • IZe 24:10-21​—UPawulos wazithethelela ngembeko waza washumayela ngesibindi (bt 193-194 ¶13-14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZe 23:6​—Kwakutheni ukuze uPawulos athi ungumFarisi? (Ingcaciso yegama elithi “ndingumFarisi” leZe 23:6)

    • IZe 24:24, 27​—Wayengubani uDrusila? (Ingcaciso ‘kaDrusila’ ekwiZe 24:24)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 23:1-15 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 77

  • Ingxelo Yonyaka Wenkonzo: (imiz. 15) Intetho enikelwa ngumdala. Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi entsimi ebudeni bonyaka odlulileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 2 isiqe. 9-14

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 128 Nomthandazo