• Ingoma 22 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYesu Wayebahlaziya Abantu”: (imiz. 10)

    • Mat 10:29, 30—Ukusiqinisekisa kukaYesu ukuba uYehova unomdla omkhulu kuthi kuyasihlaziya (ingcaciso nomfanekiso)

    • Mat 11:28—Kuyahlaziya ukukhonza uYehova (ingcaciso)

    • Mat 11:29, 30—Ukuzithoba kulawulo lukaKristu nokuthobela ulwalathiso lwakhe kuyahlaziya (ingcaciso kaMateyu 11:29)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 11:2, 3—Kwakutheni ukuze uYohane umBhaptizi abuze lo mbuzo? (jy-E iphe. 96 ¶2-3)

    • Mat 11:16-19—Sifanele siziqonde njani ezi vesi? (jy-E iphe. 98 ¶1-2)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 11:1-19

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Jonga iphepha lokuqala.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo nombuzo oza kuwuphendula xa ubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh iphe.42-43 ¶15-16 *—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 119

  • Ukuhlaziya Abo “Babulalekayo Nabasindwa Ngumthwalo”: (imiz. 15) Dlala le vidiyo. Emva koko buza le mibuzo ilandelayo:

    • Zintoni izinto ezenzeke kutshanje ezibangela abanye abantu bafune ukuhlaziywa?

    • UYehova noYesu babahlaziye njani abantu besebenzisa intlangano?

    • IZibhalo zinguwo njani umthombo wokuhlaziyeka?

    • Singabahlaziya njani abanye?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 3 isiqe. 16-21 *.

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 90 Nomthandazo

^ isiqe. 19 Incwadi: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

^ isiqe. 27 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”