• Ingoma 40 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Qhubekani Nifuna Kuqala UBukumkani”: (imiz. 10)

    • Mat 6:10—UBukumkani yenye yezinto ekuthethwe ngazo ekuqaleni komthandazo ongumzekelo, okubonisa indlela obubaluleke ngayo (bh iphe. 169 ¶12)

    • Mat 6:24—Asinakukhonza uThixo nobuTyebi (ingcaciso)

    • Mat 6:33—UYehova uza kubanika zonke izinto abazidingayo abakhonzi bakhe ababeka uBukumkani kuqala ebomini babo (ingcaciso; w16.07 iphe. 12 ¶18)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 7:12—Sinokuyisebenzisa njani le vesi xa silungiselela iintshayelelo zentsimi? (w14 5/15 iphe. 14-15 ¶14-16)

    • Mat 7:28, 29—Zaba njani izihlwele yindlela uYesu awayefundisa ngayo, ibe ngoba? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 6:1-18

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Qala ngokwenza umboniso. Phendula kwinto edla ngokuthethwa ngabantu abachasayo kwintsimi yenu.

  • Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngokwenza umboniso. Umntu ubuthethe naye akakho, kodwa uvulelwa sisizalwana sakhe.

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Dlala ividiyo nize nincokole ngayo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 81

  • Musani Ukuba Nexhala”: (imiz 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi, Izifundo Esizifumana Kumazwi KaYesuJongani Iintaka Neenyibiba.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 3 isiqe. 1-7 nebhokisi ethi “Ngumntu Onjani Ongumhlobo Olungileyo? *

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 87 Nomthandazo

^ isiqe. 23 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”