Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISAYA 29-33

“Ukumkani Uya Kulawula Ngobulungisa”

“Ukumkani Uya Kulawula Ngobulungisa”

UYesu, uKumkani umisele “iinkosana” okanye abadala abanyamekela umhlambi

32:1-3

  • “Njengendawo yokuzimela umoya nendawo yokuzifihla esiphangweni,” bakhusela umhlambi kwiziphango zentshutshiso nokudimazeka

  • “Njengemisinga yamanzi kwilizwe elingumqwebedu,” bayabahlaziya abo banxanelwe uThixo ngokubazisa inyaniso engangxengwanga

  • “Njengomthunzi wengxondorha enkulu kwilizwe elibharhileyo,” bayawuthuthuzela umhlambi ngokuwunika ukhokelo oluvela kuThixo noluwuhlaziyayo