I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

Januwari 9-15

ISAYA 29-33

Januwari 9-15
  • Ingoma 123 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukumkani Uya Kulawula Ngobulungisa”: (imiz. 10)

    • Isa 32:1—UKumkani oza kulawula ngobulungisa nguYesu Kristu (w14 2/15 6 ¶13)

    • Isa 32:2—UYesu obekwe etroneni umisela iinkosana eziza kukhathalela umhlambi (ip-1 332-334 ¶7-8)

    • Isa 32:3, 4—Abantu bakaYehova bafumana uqeqesho olubanceda babe ngamalungisa (ip-1 334-335 ¶10-11)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 30:21—UYehova uthetha njani nabakhonzi bakhe? (w14 8/15 21 ¶2)

    • Isa 33:22—UYehova waba nguMgwebi, uMmisi-mthetho noKumkani wamaSirayeli nini yaye njani? (w14 10/15 14 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 30:22-33

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 119

  • ‘Indawo Yokuzimela Umoya’ (Isa 32:2): (imiz 9.) Dlala ividiyo.

  • “Phulaphula Esifundweni”: (imiz. 6) Dlala ividiyo ethi, Phulaphula Esifundweni. Emva kwevidiyo cela abantwana abambalwa baze eqongeni uze ubabuze: Yintoni enokubangela ungamameli esifundweni? Ukuba uNowa wayengammamelanga uYehova xa wayemxelela ukuba awakhe njani umkhombe, yintoni eyayinokwenzeka? Kutheni kubalulekile nje ukuba abantwana bamamele esifundweni?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 6 ¶16-24, nebhokisi ethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 40 Nomthandazo