I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISAYA 43-46

UYehova NguThixo Weziprofeto Zokwenyaniso

UYehova NguThixo Weziprofeto Zokwenyaniso
BUKA
Umfanekiso
Inkcazelo

Malunga neminyaka eyi-200 ngaphambi kokoyiswa kweBhabhiloni, uYehova wasebenzisa uIsaya ukuchaza ngokweenkcukacha oko kwakuza kwenzeka.

44:27–45:2

  • NguKoreshi owayeza koyisa iBhabhiloni

  • Amasango esixeko avulwa ngambini ayeza kushiywa evulekile

  • UMlambo umEfrate owawukhusela esi sixeko, wawuza ‘koma’