I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

Januwari 30–Februwari 5

ISAYA 43-46

Januwari 30–Februwari 5
  • Ingoma 33 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova NguThixo Weziprofeto Zokwenyaniso”: (imiz. 10)

    • Isa 44:26-28—UYehova waprofeta wathi iYerusalem netempile yayo zaziza kuphinda zakhiwe, waza wathi nguKoreshi owayeza koyisa iBhabhiloni (ip-2 71-72 ¶22-23)

    • Isa 45:1, 2—UYehova wakuchaza ngokweenkcukacha ukoyiswa kweBhabhiloni (ip-2 77-78 ¶4-6)

    • Isa 45:3-6—UYehova wachaza izizathu zokuba asebenzise uKoreshi ukoyisa iBhabhiloni (ip-2 79-80 ¶8-10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 43:10-12—AmaSirayeli ayeza kuba luhlanga olungqinela uYehova ngayiphi indlela? (w14 11/15 21-22 ¶14-16)

    • Isa 43:25—Siyintoni esona sizathu sibangela ukuba uYehova akususe ukunxaxha? (ip-2 60 ¶24)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 46:1-13

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) lc—Shumayela ngokungacwangciswanga kumntu osebenza naye okanye ofunda naye.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) lc—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 4

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU