I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

Januwari 23-29

ISAYA 38-42

Januwari 23-29
  • Ingoma 78 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Unika Odiniweyo Amandla: (imiz. 10)

    • Isa 40:25, 26—UYehova NguMthombo wawo onke amandla (ip-1 409-410 ¶23-25)

    • Isa 40:27, 28—UYehova uyabubona ubunzima esibunyamezelayo nokungabikho kobulungisa okusiphatha kakubi (ip-1 413 ¶27)

    • Isa 40:29-31—UYehova ubanika amandla abo bakholose ngaye (ip-1 413-415 ¶29-31)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 38:17—UYehova uziphosa emva kwakhe njani izono zethu? (w03 7/1 17 ¶17)

    • Isa 42:3—Sazaliseka njani esi siprofeto kuYesu? (w15 2/15 7 ¶13)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 40:6-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) lc—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) lc—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 38-39 ¶6-7—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU