I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

Januwari 2-8

ISAYA 24-28

Januwari 2-8
  • Ingoma 12 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uyabakhathalela Abantu Bakhe”: (imiz. 10)

    • Isa 25:4, 5—UYehova uligwiba kubantu abafuna ukumkhonza (ip-1 272 ¶5)

    • Isa 25:6—UYehova usigcinile isithembiso sakhe sokunika abantu bakhe intabalala yokudla kokomoya (w16.05 24 ¶4; ip-1 273 ¶6-7)

    • Isa 25:7, 8—Kungekudala isono nokufa ziza kupheliswa ngonaphakade (w14 9/15 26 ¶15; ip-1 273-274 ¶8-9)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 26:15—Sinokumncedisa njani uYehova njengoko ‘esolulela kude imida yelizwe’? (w15 7/15 8 ¶18)

    • Isa 26:20—Yintoni efaniswa ‘namagumbi angaphakathi’ ekwaprofetwa ngawo? (w13 3/15 23 ¶15-16)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 28:1-13

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU