I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2017

Januwari 16-22

ISAYA 34-37

Januwari 16-22
  • Ingoma 31 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UHezekiya Wavuzwa Ngokholo Lwakhe”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 35:8—Yayiyintoni ‘iNdlela Yobungcwele,’ ibe ngoobani ababekufanelekela ukuhamba ngayo? (w08 5/15 26 ¶4; 27 ¶2)

    • Isa 36:2, 3, 22—UShebhena wawumisela njani umzekelo womntu ofanele amkele isohlwayo? (w07 1/15 8 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 36:1-12

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mat 24:3, 7, 14—Fundisa Inyaniso—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) 2Ti 3:1-5—Fundisa Inyaniso—Shiya ikhadi leJW.ORG.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 31-32 ¶11-12—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU