I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISAYA 47-51

Ukuthobela UYehova Kuzisa Iintsikelelo

Ukuthobela UYehova Kuzisa Iintsikelelo

48:17

  • UYehova ngothando usibonisa ‘indlela esifanele sihambe ngayo’ ukuze sonwabe. Sithi abancedakalayo xa simthobela.

“Uxolo . . . njengomlambo”

48:18

  • UYehova usithembisa uxolo oluninzi noluqukuqelayo njengomlambo

‘Ubulungisa njengamaza olwandle’

  • Izenzo zethu zobulungisa zinokuba ninzi njengamaza olwandle