I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2017

Februwari 6-12

ISAYA 47-51

Februwari 6-12
  • Ingoma 120 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukuthobela UYehova Kuzisa Iintsikelelo”: (imiz. 10)

    • Isa 48:17—Unqulo lokwenyaniso lusekelwe ekuthobeleni imiyalelo kaThixo (ip-2 131 ¶18)

    • Isa 48:18—UYehova uyasithanda kwaye ufuna sonwabe (ip-2 131 ¶19)

    • Isa 48:19—Ukuthobela kuzisa iintsikelelo ezihlala zihleli (ip-2 132 ¶20-21)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 49:6—UMesiya ululo njani “ukhanyiselo lweentlanga,” nakuba ubulungiseleli bakhe emhlabeni babupheleliselwe koonyana bakaSirayeli? (w07 1/15 9 ¶8)

    • Isa 50:1—Kwakutheni ukuze uYehova abuze amaSirayeli ukuba: “Siphi na, ke, isiqinisekiso soqhawulo-mtshato sikanyoko?” (it-1-E 643 ¶4-5)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 51:12-23

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 89

  • Iimfuno Zebandla: (imiz. 7) Ukuba uyathanda, xubusha nezifundo ezikwiNcwadi Yonyaka. (yb16 144-145)

  • Yiba Ngumhlobo KaYehova—Thobela UYehova: (imiz. 8) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Thobela UYehova (yiya kwindawo ethi IIVIDIYO uze ucofe ethi ABANTWANA). Emva koko buza le mibuzo: Sisiphi esona sizathu sibalulekileyo sokuba sifanele sithobele uYehova? (IMi 27:11) Ziziphi ezinye iindlela abantwana abamele bamthobele ngazo uYehova? Ziziphi ezinye iindlela abantu abadala abamele bamthobele ngazo uYehova?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 8 ¶1-7, nebhokisi ethi “Iindaba Ezilungileyo Ngeelwimi Ezingaphaya Kwe-670

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 98 Nomthandazo