I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2017

Februwari 27–Matshi 5

ISAYA 63-66

Februwari 27–Matshi 5
  • Ingoma 19 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Efe 5:33 —Fundisa Inyaniso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ti 5:8; Tit 2:4, 5—Fundisa Inyaniso.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) Isa 66:23; w06 11/1 30-31 ¶14-17—Umxholo: Ukuhlanganisana Ngokusisigxina.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU