I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2017

Februwari 20-26

ISAYA 58-62

Februwari 20-26
  • Ingoma 142 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Bhengeza Unyaka Wenkoliseko KaYehova”: (imiz. 10)

    • Isa 61:1, 2—UYesu wathanjiselwa “ukubhengeza unyaka wenkoliseko kaYehova” (ip-2 322 ¶4)

    • Isa 61:3, 4—UYehova ‘unemithi emikhulu yobulungisa’ ukuxhasa umsebenzi wakhe (ip-2 326-327 ¶13-15)

    • Isa 61:5, 6—“Abolunye uhlanga” basebenzisana “nababingeleli bakaYehova” kumsebenzi omkhulu wokushumayela (w12 12/15 25 ¶5-6)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 60:17—Ziziphi iindlela uYehova awasizalisekisa ngayo esi sithembiso ngemihla yokugqibela? (w15 7/15 6-7 ¶14-17)

    • Isa 61:8, 9—Uyintoni ‘umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,’ ibe ngoobani ‘inzala’? (w07 1/15 11 ¶5)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 62:1-12

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.1 ngaphandle

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.1 ngaphandle

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 16 ¶19—Ukuba ukhona, umama makaqhubele intombi yakhe isifundo seBhayibhile.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU