I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2017

Februwari 13-19

ISAYA 52-57

Februwari 13-19
  • Ingoma 148 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UKristu Waphathwa Kakubi Ngenxa Yethu”: (imiz. 10)

    • Isa 53:3-5—Wayedeliwe, ibe watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu (w09 1/15 26 ¶3-5)

    • Isa 53:7, 8—Ngokuzithandela wanikela ngobomi bakhe ngenxa yethu (w09 1/15 27 ¶10)

    • Isa 53:11, 12—Sinokukwazi ukuhlala sinyanisekile kuba naye uYesu wahlala enyanisekile de wafa (w09 1/15 28 ¶13)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 54:1—Ngubani “umfazi olidlolo” ekuthethwa ngaye kwesi siprofeto, ibe ngoobani “oonyana”bakhe? (w06 3/15 11 ¶2)

    • Isa 57:15—UYehova ‘uhlala’ njani ‘kwabatyumkileyo nakwabathobekileyo’? (w05 10/15 26 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 57:1-11

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) lc—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) lc—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 14-15 ¶16-17—Ukuba ukhona, utata makaqhubele isifundo unyana okanye intombi yakhe.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU