I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zikaVukani! nonokufundisa ngazo inyaniso ngokudalwa kwezinto. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuthobela UYehova Kuzisa Iintsikelelo

UYehova uThixo ngothando usibonisa indlela esifanele siphile ngayo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UKristu Waphathwa Kakubi Ngenxa Yethu

Ukufa kukaYesu kwabonisa uSathana ukuba abakhonzi bakaThixo banyanisekile.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Nceda Abantwana Bakho Babe Nokholo Olungagungqiyo KuMdali

Yintoni abayikholelwayo abantwana bakho ngemvelaphi yobomi? Ungabanceda njani abantwana bakho bakholelwe ukuba nguYehova uThixo umdali?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Bhengeza Unyaka Wenkoliseko KaYehova”

Ngaba unyaka wenkoliseka kaYehova ngunyaka wokoqobo? Lo nyaka unxibelelene njani nomsebenzi wokushumayela ngoBukumkani?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Luhambise Kakuhle Uncwadi LweBhayibhile

Uncwadi lwethu olusekelwe eBhayibhileni luyaprintwa luze luthunyelwe emabandleni. Kufuna umgudu ibe kuziindleko ukwenjenjalo. Sebenzisa ingqiqo xa unika abantu uncwadi.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Amazulu Amatsha Nomhlaba Omtsha Aya Kubangela Imincili

Sithetha ntoni kuthi namhlanje isithembiso sikaThixo ‘samazulu amatsha nomhlaba omtsha’?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Yibani Nemihlali Ngethemba Lenu

Ithemba lifana neankile. Ukucamgca ngezithembiso eziseLizwini likaThixo kwenza kube lula ukuhlala sivuya ibe sigcine ingqibelelo naxa kukho iimvavanyo.