I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | NEHEMIYA 5–8

UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo

UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo

UTishri, ngo-455 B.C.E.

8:1-18

  1. Kusenokwenzeka ukuba ngesi sihlandlo uNehemiya wakhokela abantu ukuba bahlanganisane kunqulo lokwenyaniso.

  2. Imiphumo yaba luvuyo olukhulu.

  3. Iintloko-ntsapho zahlanganisana ukuze zibone ukuba zingawuthobela njani na ngakumbi uMthetho kaThixo.

  4. Abantu balungiselela ukubhiyozela uMthendeleko Weminquba owawusisihlandlo sovuyo.