Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Februwari 2016

Februwari 8-14

NEHEMIYA 5-8

Februwari 8-14
  • Ingoma 123 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo”: (imiz. 10)

    • Neh 5:1-7—UNehemiya wayebaphulaphula abantu ibe wayethabath’ inyathelo (w06 2/1 9 ¶2)

    • Neh 5:14-19—UNehemiya wabonisa ukuthobeka, ukungazingci nengqiqo (w06 2/1 10 ¶5)

    • Neh 8:8-12—UNehemiya wayenenxaxheba ekudluliseleni imiyalelo kaYehova ebantwini (w06 2/1 11 ¶4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Neh 6:5—Kwakutheni ukuze uSanebhalati amthumelele “incwadi evulekileyo” uNehemiya? (w06 2/1 9 ¶3)

    • Neh 6:10-13—Kwakutheni ukuze uNehemiya angalamkeli icebiso likaShemaya? (w07 7/1 30 ¶15)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Neh 6:14–7:7a (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Hambisa uVukani! wakutshanje ngokuthetha ngenqaku elingumxholo. Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu obonise umdla kwinqaku elingumxholo likaVukani wakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile. (bh 28-29 ¶4-5)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 62

  • Ngaba ‘Uzabalazela Umsebenzi Omhle’?: (imiz. 15) Intetho enikelwa ngumdala ekwiMboniselo kaSeptemba 15, 2014, iphepha 3-6. Dlala ividiyo ethi, Bazalwana—Zabalazelani Umsebenzi Omhle ekwijelo Lokusasaza LamaNgqina LikaDisemba 2015. Gxininisa izizathu ezifanelekileyo zokuba kufuneke kuzabalazelwe umsebenzi omhle uze uchaze nendlela yokwenjenjalo. Khuthaza abazalwana bazabalazele ukukufanelekela ukuba zizicaka zolungiselelo nokuba ngabadala.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 8 ¶17-27, nempinda yesahluko (imiz. 30.)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 125 Nomthandazo