I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | NEHEMIYA 1-4

UNehemiya Wayeluthanda Unqulo Lokwenyaniso

UNehemiya Wayeluthanda Unqulo Lokwenyaniso
BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

455 B.C.E.

  1. Nisan (Mat./Apr.)

    2:4-6 UNehemiya ufuna imvume yokuphinda akhe iYerusalem, isazulu sonqulo lokwenyaniso ngemihla yakhe

  2. Iyyar

  3. Sivan

  4. Tammuz (Juni/Julayi)

    2:11-15 Malunga neli xesha uNehemiya uyafika aze ahlole udonga lwesixeko

  5. Ab (Julayi/Aga.)

    3:1; 4:7-9 Ulwakhiwo luyaqala nakuba kukho inkcaso

  6. Elul (Aga./Sept.)

    6:15 Emva kweentsuku eziyi-52, udonga lwagqitywa

  7. Tishri