I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2016

Februwari 15-21

NEHEMIYA 9–11

Februwari 15-21
  • Ingoma 84 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Abakhonzi Abanyanisekileyo Baxhasa Amalungiselelo KaThixo”: (imiz. 10)

    • Neh 10:28-30—Bavuma ukuba babengayi kutshatiselana ‘nezizwe zelo lizwe.’ (w98 10/15 21 ¶11)

    • Neh 10:32-39—Bazimisela ukuxhasa unqulo lokwenyaniso ngeendlela ezahlukahlukeneyo (w98 10/15 21 ¶11-12)

    • Neh 11:1, 2—Ngokuzithandela baxhasa ilungiselelo likaThixo elikhethekileyo (w06 2/1 11 ¶6; w98 10/15 22 ¶13)

    • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)Neh 9:19-21—UYehova wabonisa njani ukuba uyabanyamekela abantu bakhe? (w13 9/15 9 ¶9-10)

    • Neh 9:6-38—Nguwuphi umzekelo omhle esawumiselwa ngabaLevi ngokuthandaza? (w13 10/15 22-23 ¶6-7)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Neh 11:15-36 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 19

  • Obona Bomi Bumnandi”: (imiz. 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo. Emva koko buza imibuzo. Ngokufutshane nje dlan’ indlebe nomvakalisi ongatshatanga okanye otshatileyo, oye wenza okungakumbi enkonzweni kaYehova kangangeminyaka eliqela ngaphambi kokuba atshate. (1Ko 7:35) Ziziphi iintsikelelo aye wazifumana?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 9 ¶1-13 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 76 Nomthandazo