I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO FEBRUWARI 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

VUKANI!

Umbuzo: Nantsi ikopi yakho kaVukani! wakutshanje. Khawujonge umbuzo okwiphepha 2. Ndicela ukuva uluvo lwakho ngawo.

Isibhalo: IMi 24:10

Unokuthi: Eli nqaku lithetha ngemigaqo eyongezelelekileyo ngalo mba.

VUKANI!

Umbuzo: Ngaba akuvumelani nam ukuba kubalulekile ukukhetha abahlobo abalungileyo?

Isibhalo: IMi 13:20

Unokuthi: Lo Vukani! unenkcazelo ebalulekileyo ngendlela yokwenza abahlobo bokwenene. [Balaselisa inqaku elikwiphepha 10-11.]

PHULAPHULA UTHIXO UZE UPHILE NGONAPHAKADE

Umbuzo: Ngaba ungathanda ukuphila kwihlabathi elinje? [Mbonise iphepha 2-3, uze umvumele aphendule.]

Isibhalo: Yer 29:11

Unokuthi: Le ncwadana ibonisa indlela yokuphulaphula uThixo size sinandiphe ikamva asigcinele lona. [Jonga iphepha 4-5.]

ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO

Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.