Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Disemba 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

UVUKANI!

Umbuzo: Kutheni le nto izinto ehlabathini ziya zisiba mbi nangakumbi?

Isibhalo: Yer 10:23

Unokuthi: Le magazini ithetha ngesizathu sokuba abantu abaninzi benethemba lekamva eliqaqambileyo.

UVUKANI!

Umbuzo: Ngaba uThixo unalo igama?

Isibhalo: Nd 83:18

Unokuthi: Eli nqaku lithetha ngoko kuthethwa ligama likaThixo nesizathu sokuba sifanele silisebenzise. [Yiya kwinqaku elithi, “Okufundiswa YiBhayibhile​—Igama LikaThixo.”]

FUNDISA INYANISO

Umbuzo: Ngaba utshaba lwethu ukufa luya kuze luphele?

Isibhalo: 1Ko 15:26

Inyaniso: UYehova uza kukuphelisa ukufa ngonaphakade.

ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO

Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.