Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Disemba 2017

Disemba 4-​10

ZEFANIYA 1–HAGAYI 2

Disemba 4-​10
  • Ingoma 151 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Funani UYehova Ngaphambi Kwemini Yomsindo Wakhe”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaZefaniya.]

    • Zef 2:2, 3—Funani uYehova, funani ubulungisa, funani ululamo (w01 2/15 18-19 ¶5-7)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaHagayi.]

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Zef 1:8—Sisiphi isilumkiso esisifumana kule vesi? (w07 11/15 11 ¶3)

    • Hag 2:9—Ziziphi iindlela ‘olwaba lukhulu ngakumbi ngayo uzuko lwetempile kaZerubhabheli kunolwetempile kaSolomon’? (w07 12/1 9 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hag 2:1-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bawuhambise kakhulu uVukani! No. 6 2017. Ekubeni sifuna ukuthetha nabantu xa sihambisa le magazini, ngoko asifanele siyishiye kwizindlu ekungekho bantu kuzo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 30

  • Iimfuno zebandla: (imiz. 5)

  • Ulwimi Olusulungekileyo Lukhuthaza Uxolo Nomanyano (Zef 3:9): (imiz. 10) Ingxubusho esekelwe kwiMboniselo ka-Agasti 15, 2012, iphepha 12, isiqendu 4. Dlala ividiyo ethi, Iintshaba Ezaba Ngabahlobo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 22 ¶8-16 *

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 136 Nomthandazo

^ isiqe. 22 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!