• Ingoma 36 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngaba UYehova Uyakholiswa Ngumtshato Wakho?”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mal 1:10—Kutheni unqulo lwethu lufanele luqhutywe kukumthanda ngokunyanisekileyo uThixo nommelwane? (w07 12/15 27 ¶1)

    • Mal 3:1—Le vesi yazaliseka njani kwinkulungwane yokuqala ibe izaliseka njani ngoku? (w13 7/15 10-11 ¶5-6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mal 1:1-10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) 1Ko 15:26—Fundisa Inyaniso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 26:19; 2Ko 1:3, 4—Fundisa Inyaniso. (Funda mwb16.08 8 ¶2 *.)

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w07 12/15 28 ¶1—Umxholo: Sizizisa Njani Zonke Izishumi Kuvimba Namhlanje?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 18 Incwadi Yeentlanganiso

^ isiqe. 23 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”