Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Disemba 2017

 INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Inqaku Elitsha Kwincwadi Yentlanganiso

Inqaku Elitsha Kwincwadi Yentlanganiso

Ukususela ngoJanuwari 2018, kwintlanganiso yaphakathi evekini kuza kuthethwa ngengcaciso nemifanekiso esuka kwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele yokufunda ekwiwebhsayithi yethu, enoba ayikabikho ngolwimi lwakho. Ngokuqinisekileyo le nkcazelo iza kukunceda kube lula ukulungiselela le ntlanganiso. Okubaluleke nangakumbi, ngamana ingakunceda usondele ngakumbi kuYehova uBawo wethu osithandayo.—Rom 11:33.