Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Disemba 2017

Disemba 18-​24

ZEKARIYA 9-14

Disemba 18-​24
  • Ingoma 49 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Hlala ‘Entlanjeni Yeentaba’”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Zek 12:3—UYehova ‘uyenza njani iYerusalem ibe lilitye elinzima’? (w07 12/15 22-23 ¶9-10)

    • Zek 12:7—UYehova uza ‘kuzisindisa njani iintente zakwaYuda kuqala’? (w07 12/15 25 ¶13)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Zek 12:1-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.6 iphepha 14-15 *Mmemele kwiintlanganiso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.6—Imagazini ibihanjiswe kutyelelo lokuqala kwaza kwancokolwa ngephepha 14-15. Bonisa indlela yokubuyela uze ummemele kwiintlanganiso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 5 *—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 98

  • Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo kaDisemba ethi, Okufezwe Yintlangano.

  • Inqaku Elitsha Kwincwadi Yetlanganiso”: (imiz. 8) Ingxubusho. Bonisa ividiyo engenamazwi ethi, EBhethefage KwiNtaba Yeminquma NaseYerusalem.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv intshayelelo ekwiphe. 3 * nesahluko 1 ¶1-9

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 5 Nomthandazo

^ isiqe. 17 Imagazini: UVukani!

^ isiqe. 19 Incwadana: Ngoobani Abenza Ukuthanda KukaYehova Namhlanje?

^ isiqe. 24 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”