Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Disemba 2017

Disemba 11-​17

ZEKARIYA 1–8

Disemba 11-​17
  • Ingoma 146 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • ‘Bamba Isondo Lendoda EngumYuda’: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaZekariya.]

    • Zek 8:20-22—Abantu bazo zonke iintlanga bafuna ukukholisa uYehova (w14 11/15 27 ¶14)

    • Zek 8:23—Abo banethemba lokuphila emhlabeni baxhasa intsalela yabathanjiswa ngokuzithandela (w16.01 21 ¶4; w09 2/15 27 ¶14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Zek 5:6-11—Yintoni esifanele sizimisele ukuyenza ngobungendawo? (w17.10 25 ¶18)

    • Zek 6:1—Zimela ntoni iintaba ezimbini ezenziwe ngobhedu? (w17.10 27-28 ¶7-8)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Zek 8:14-23

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.6 ngaphandle *—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.6Ubushiye imagazini kutyelelo lokuqala. Bonisa indlela yokubuyela uze wenze amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 5 ¶1-2 *.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 17 Imagazini: UVukani!

^ isiqe. 19 Incwadana: Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!

^ isiqe. 23 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!