Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AmaNgqina KaYehova ashumayela emarikeni eSierra Leone

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Disemba 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zikaVukani! nonokufundisa ngazo inyaniso ngokufa. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Funani UYehova Ngaphambi Kwemini Yomsindo Wakhe

Ukuze uYehova asifihle ngemini yomsindo wakhe, kufuneka sithobele oko sikuxelelwa nguZefaniya.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

‘Bamba Isondo Lendoda EngumYuda’

Abantu abaphuma kuzo zonke iintlanga bayathontelana ukuza kukhonza uYehova uThixo kunye namaKristu athanjisiweyo. Ziziphi ezinye iindlela esinokubaxhasa ngazo abathanjiswa?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela​​—⁠Ukuthetha Nabantu Bonke Abakwintsimi Yethu

Sifuna ukushumayela kubo bonke abantu abakwintsimi yethu. Singakwenza njani oku?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Hlala “Entlanjeni Yeentaba”

Imela ntoni ‘intlambo yeentaba’? Abantu basabela njani kule ntlambo baze bahlale kuyo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Inqaku Elitsha Kwincwadi Yentlanganiso

Sebenzisa ingcaciso nomfanekiso okwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha yokufunda ekwiwebhsayithi yethu ukuze ulungiselele kakuhle iintlanganiso uze usondele kuYehova.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba UYehova Uyakholiswa Ngumtshato Wakho?

Ngemihla kaMalaki, uYehova akazange alwamkele unqulo lwabo babenamaqhinga kubantu abatshate nabo. Abantu abatshatileyo namhlanje banokuhlala njani benyanisekile omnye komnye?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Luyintoni Uthando Lokwenene?

UYehova ufuna umtshato ungapheli. Usinike imigaqo enceda amaKristu abakhethe kakuhle abantu abaza kutshata nabo aze onwabe emtshatweni.