Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO DISEMBA 2016

Disemba 5-11

ISAYA 1-5

Disemba 5-11
  • Ingoma 107 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Masinyuke Siye Entabeni KaYehova”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo kaIsaya.]

    • Isa 2:2, 3—“Intaba yendlu kaYehova” imela unqulo olunyulu (ip-1 38-41 ¶6-11; 44-45 ¶20-21)

    • Isa 2:4—Abanquli bakaYehova abayi emfazweni (ip-1 46-47 ¶24-25)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 1:8, 9—Intombi yaseZiyon “ishiywe njengomnquba esidiliyeni” njani? (w06 12/1 8 ¶5)

    • Isa 1:18—Athetha ukuthini amazwi kaYehova athi: ‘Masilungelelanise imicimbi phakathi kwethu’? (w06 12/1 9 ¶1; it-2-E 761 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 5:1-13

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU