I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO DISEMBA 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISAYA 17–23

Ukulisebenzisa Kakubi Igunya Kuya Kukubangela Uphulukane Nalo

Ukulisebenzisa Kakubi Igunya Kuya Kukubangela Uphulukane Nalo

UShebhena wayeligosa “phezu kwayo okanye eliphethe indlu,” mhlawumbi indlu kaKumkani uHezekiya. Wayekwisigxina esingaphantsi kancinane kwesikakumkani, kwaye kwakulindelwe okukhulu kuye.

22:15, 16

  • UShebhena ngewayebancedile abantu bakaYehova

  • Wazifunela uzuko

22:20-22

  • UYehova wabeka uEliyakim esikhundleni sikaShebhena

  • UEliyakim wanikwa ‘isitshixo sendlu kaDavide,’ esasimela igunya okanye amandla

Khawucinge ngoku: UShebhena wayenokulisebenzisa njani igunya ukuze ancede abanye abantu?