I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO DISEMBA 2016

Disemba 26–Januwari 1

ISAYA 17-23

Disemba 26–Januwari 1
  • Ingoma 123 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukulisebenzisa Kakubi Igunya Kuya Kukubangela Uphulukane Nalo”: (imiz. 10)

    • Isa 22:15, 16—UShebhena walisebenzisela iinjongo zakhe igunya (ip-1 238 ¶16-17)

    • Isa 22:17-22—UYehova wabeka uEliyakim esikhundleni sikaShebhena (ip-1 238-239 ¶17-18)

    • Isa 22:23-25—Oko kwehlela uShebhena kusifundisa izinto ezibalulekileyo (w07 1/15 8 ¶6; ip-1 240-241 ¶19-20)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 21:1—Nguwuphi ummandla ekuthiwa ‘yintlango yaselwandle,’ kwaye kutheni kusitshiwo? (w06 12/1 11 ¶2)

    • Isa 23:17, 18—Ingeniso yemali eTire yaba ‘yinto engcwele njani kuYehova’? (ip-1 253-254 ¶22-24)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 17:1-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) bh—Sebenzisa ividiyo ethi, Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? ukuze uhambise incwadi. (Phawula: Sukuyidlala le vidiyo kwintetho yakho.)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) bh—Qalisa isifundo emnyango, beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 150-151 ¶10-11—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU