I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO DISEMBA 2016

Disemba 19-25

ISAYA 11-16

Disemba 19-25
  • Ingoma 143 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umhlaba Uya Kuzaliswa Kukwazi UYehova’: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 11:1, 10—UYesu Kristu uba ‘lisetyana esiphunzini sikaYese’ aphinde abe ‘yingcambu kaYese’ njani? (w06 12/1 9 ¶6)

    • Isa 13:17—AmaMedi ayigqala njani isilivere njengento engento aza akayoliswa yigolide? (w06 12/1 10 ¶10)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 13:17–14:8

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Yob 34:10 —Fundisa Inyaniso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) INt 8:9; 1Yo 5:19—Fundisa Inyaniso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 54 ¶9—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU