Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Disemba 2016

Disemba 12-18

ISAYA 6-10

Disemba 12-18
  • Ingoma 116 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UMesiya Wazalisekisa Isiprofeto”: (imiz. 10)

    • Isa 9:1, 2—Kwaprofetwa ngobulungiseleli bakhe basesidlangalaleni eGalili (w11 8/15 10 ¶13; ip-1 124-126 ¶13-17)

    • Isa 9:6—Wayeza kwenza izinto ezininzi ezahlukahlukeneyo (w14 2/15 12 ¶18; w07 5/15 6)

    • Isa 9:7—Ulawulo lwakhe luza kuzisa uxolo lokwenene nobulungisa (ip-1 132 ¶28-29)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Isa 7:3, 4—Kwakutheni ukuze uYehova asindise uKumkani uAhazi ongendawo? (w06 12/1 9 ¶4)

    • Isa 8:1-4—Sazaliseka njani esi siprofeto? (it-1-E 1219; ip-1 111-112 ¶23-24)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 7:1-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.6 ngaphandle

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.6 ngaphandle

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 34 ¶18—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU