Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kuqhutywa isifundo seBhayibhile eChile

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Disemba 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zikaVukani! onokufundisa ngazo inyaniso ngesizathu sokuba sehlelwe zizinto ezibuhlungu. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele eyakho intshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Masinyuke Siye Entabeni KaYehova”

Umprofeti uIsaya wathetha ngokutshintsha izixhobo zemfazwe zibe zizixhobo zokulima, ebonisa ukuba abantu bakaYehova baya kuba seluxolweni. (Isaya 2:4)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Fikelela Intliziyo Ngencwadi Ethi, “Zigcineni Kuthando LukaThixo”

Incwadi ethi, ‘Uthando LukaThixo’ inceda izifundo zeBhayibhile ziqonde indlela imigaqo kaThixo ezinokuyisebenzisa ngayo ebomini bazo bemihla ngemihla.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UMesiya Wazalisekisa Isiprofeto

Umprofeti uIsaya waprofeta ngokuba uMesiya uza kushumayela kummandla waseGalili. UYesu wasizalisekisa esi siprofeto njengoko wathath’ uhamba esiya kushumayela iindaba ezilungileyo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Ndikho! Thuma Mna!”

Sinokukuwuxelisa njani ukukulungela nokuba nokholo kukaIsaya? Funda kumava entsapho eyafudukayo yaza yaya kushumayela kwindawo ekufuneka abavakalisi abangakumbi.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Umhlaba Uya Kuzaliswa Kukwazi UYehova

Isiprofeto sikaIsaya sazaliseka njani kwixesha elidlulileyo, sizaliseka njani namhlanje kwaye siza kuzaliseka njani kwixesha elizayo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Imfundo Yobuthixo Iphelisa Ucalucalulo

Abantu ababeziintshaba ngoku ngabazalwana—imfundo yobuthixo inamandla okumanyanisa.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukulisebenzisa Kakubi Igunya Kuya Kukubangela Uphulukane Nalo

Wayemele alisebenzise njani igunya uShebhena? Kwakutheni ukuze uYehova abeke uEliyakim esikhundleni sakhe?