Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Abavakalisi baqhuba isifundo eCzech Republic

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Aprili 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Incoko onokuzisebenzisa ezithetha ngeBhayibhile nokufumana ulonwabo ebomini.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

IPasika NeSikhumbuzo—Izinto Ezifana Nezahluke Ngazo

Nakubeni iPasika yayingafuziseli iSikhumbuzo, zikho izinto ebaluleke ngazo kuthi.

UKWEMBA UBUNCWANE OBUSEBHAYIBHILENI

Hambani Nibenze Abafundi—Ngoba, Phi, Njani?

Ukwenza abafundi kuthetha ukufundisa abantu ukuba bagcine zonke izinto uYesu awabayalela zona. Ukwenza abafundi kukwathetha ukunceda izifundo zethu zisebenzise iimfundiso zikaYesu nokulandela umzekelo wakhe.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuze Abantu Babe Ngabafundi, Kufuneka Bashunyayezwe Baze Bafundiswe

UYesu wathi kubalandeli bakhe mabahambe bayokwenza abafundi. Kuthetha ukuthini oko? Singabanceda njani abantu bayazi into uThixo ayifunayo kubo?

UKWEMBA UBUNCWANE OBUSEBHAYIBHILENI

“Izono Zakho Zixolelwe”

Sifunda ntoni kummangaliso obhalwe kuMarko 2:5-12? Le ngxelo ingasinceda njani sinyamezele xa sigula?

UKWEMBA UBUNCWANE OBUSEBHAYIBHILENI

Ukuphilisa NgeSabatha

Kwakutheni ukuze uYesu abe buhlungu yindlela ezazisenza ngayo iinkokeli zonqulo zakwaYuda? Yiyiphi imibuzo enokubonisa ukuba silinganisa uvelwano lukaYesu?

UKWEMBA UBUNCWANE OBUSEBHAYIBHILENI

UYesu Unamandla Okuvusa Abantu Bethu Abaswelekayo

Ukucingisisa ngeengxelo eziseBhayibhileni zabantu abavuswayo kuza kuqinisa ithemba esinalo ngovuko.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Zisebenzise Ngobuchule Izixhobo Zethu Zokufundisa

Ukuze sifundise kakuhle, simele sifunde ukuzisebenzisa kakuhle izixhobo esinazo. Sesiphi esona sixhobo sibalulekileyo? Singenza njani ukuze siphucule ekusebenziseni Izixhobo Zethu Zokufundisa?