• Ingoma 137 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Yiba Nesibindi NjengoYeremiya”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 27:2, 3​—Kwakutheni ukuze eYerusalem kufike abathunywa abavela kwiindawo ezahlukeneyo, ibe kwakutheni ukuze uYeremiya abanike idyokhwe? (jr 27 ¶21)

    • Yer 28:11​—Xa uYeremiya wayechaswa nguHananiya, wayisebenzisa njani ingqiqo, ibe sinokufunda ntoni kumzekelo wakhe? (jr 187-188 ¶11-12)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 27:12-22

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) T-36​—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) T-36​—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 7 ¶4-5—Mfikelele intliziyo umfundi.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 17

  • Iingoma ZoBukumkani Ziyakhuthaza”: (imiz. 15.) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ingoma Eyomeleza Abasebenzi.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 11 ¶9-21

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 26 Nomthandazo