Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Aprili 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YEREMIYA 22-24

Ngaba Unayo “Intliziyo Yokwazi” UYehova?

Ngaba Unayo “Intliziyo Yokwazi” UYehova?

UYehova wafanisa abantu namakhiwane

24:5

  • Abantu abathembekileyo bakwaYuda ababethinjelwe eBhabhiloni babenjengamakhiwane alungileyo

24:8

  • UKumkani uZedekiya ongathembekanga nabanye abantu ababesenza izinto ezimbi, babenjengamakhiwane amabi

Singanayo njani “intliziyo yokwazi” uYehova?

24:7

  • UYehova uya kusinika ‘intliziyo yokumazi’ ukuba sifunda size sisebenzise oko kuseLizwini lakhe

  • Sifanele sihlole iintliziyo zethu size sincothule iingcinga neminqweno eyonakalisa ubuhlobo bethu noYehova

Khawucinge ngoku: Ngaba ndinayo “intliziyo yokwazi” uYehova? Ndinganayo njani?