Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kwamkelwa udade eHolweni YoBukumkani

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Aprili 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zikaVukani nezokufundisa inyaniso ngoBukumkani bukaThixo. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Vumela UYehova Abumbe Indlela Ocinga Noziphatha Ngayo

UMbumbi Omkhulu usinceda sibe nempawu azithandayo, kodwa nathi kufuneka sidlale eyethu indima.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Bamkele Ngobubele

Nabani na oza kwiintlanganiso zethu ufanele abone indlela esithandana ngayo. Unokwenza ntoni ukuze ufake isandla kububele nothando oluboniswa kwiHolo YoBukumkani?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba Unayo “Intliziyo Yokwazi” UYehova?

KuYeremiya isahluko 24, uYehova uThixo ufanisa abantu namakhiwane. Ngoobani ababenjengamakhiwane amahle ibe sinokubaxelisa njani namhlanje?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Unokumkhuthaza UmKristu Opholileyo

AmaKristu apholileyo ahlala exabisekile kuYehova uThixo. Singawanceda njani abuyele ebandleni?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Yiba Nesibindi NjengoYeremiya

UYeremiya waprofeta esithi iYerusalem yayiza kutshatyalaliswa. Wenza njani ukuze ahlale enesibindi?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Iingoma ZoBukumkani Ziyakhuthaza

Ukucula iingoma zoBukumkani kwawomeleza amaKristu kwinkampu yoxinaniso eSachsenhausen. Ezi ngoma nathi zinokusomeleza xa sivavanywa.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Waprofeta Ngomnqophiso Omtsha

Wahluke njani umnqophiso omtsha kumnqophiso woMthetho ibe yiyiphi indlela osinceda ngayo ngonaphakade?