I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO APRILI 2016

Aprili 25–Meyi 1

YOBHI 33-37

Aprili 25–Meyi 1
  • Ingoma 50 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umhlobo Wokwenene Udlulisela Isiluleko Esakhayo”: (imiz. 10)

    • Yob 33:1-5—UElihu wayemhlonela uYobhi (w95 2/15 29 ¶3-5)

    • Yob 33:6, 7—UElihu wayethobekile ibe enobubele (w95 2/15 29 ¶3-5)

    • Yob 33:24, 25—UElihu wamkhuthaza uYobhi kwanaxa wayemluleka (w11 4/1 23 ¶3; w09 4/15 4-5 ¶8)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 33:24, 25—Yiyiphi “intlawulelo” ekusenokwenzeka ukuba uElihu wayethetha ngayo? (w11 4/1 23 ¶3-5)

    • Yob 34:36—UYobhi wayeza kuvavanywa ukusa kuwuphi umkhamo, ibe yintoni esiyifundayo koku? (w94 11/15 17 ¶10)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 33:1-25 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: Hambisa isimemo sendibano yengingqi ka-2016 usebenzisa intshayelelo onokuyisebenzisa. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: fg isifundo 12 ¶4-5—Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu obe nomdla kwisimemo sendibano. Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: jl isifundo 11—Khuthaza umfundi ukuba aye kwindibano ezayo. (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 124

  • Izikhumbuzo Zendibano”: (imiz. 8) Intetho. Dlala ividiyo ethi Izikhumbuzo Zendibano (Yiya ku-tv.jw.org/xh uze ujonge indawo ethi, OOVIMBA BEEVIDIYO > IMISEBENZI YETHU). Bakhuthaze bonke ukuba bagqibezele ukwenza amalungiselelo okuya kuzo zontathu iintsuku. Thetha ngamalungiselelo asekuhlaleni okuhanjiswa kwezimemo.

  • Iimfuno zebandla: (imiz. 7)

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 14 ¶1-13 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 21 Nomthandazo