I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO APRILI 2016

Aprili 18-24

YOBHI 28-32

Aprili 18-24
  • Ingoma 17 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYobhi Wayengumzekelo Wokunyaniseka”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 32:2—Kungayiphi indlela uYobhi awazama ngayo ‘ukuvakalisa umphefumlo wakhe ulilungisa endaweni kaThixo’? (w15 7/1 12 ¶2; it-1-E 606 ¶5)

    • Yob 32:8, 9—Kwakutheni ukuze uElihu avakalelwe kukuba angathetha nakubeni wayesemtsha kunabantu ababemphulaphule? (w06 3/15 16 ¶1; it-2-E 549 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 30:24–31:14 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: g16.2 12-13—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: g16.2 12-13—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: bh 146-148 ¶8-9 (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 115

  • Funda Ekunyanisekeni Kwabanye (1Pe 5:9): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, UHarold King: Ukuhlala Uthembekile Ngoxa Usentolongweni. (Yiya ku-tv.jw.org/xh uze ujonge phantsi kwendawo ethi OOVIMBA BEEVIDIYO > UDLIWANO-NDLEBE NAMAVA.) Emva koko, buza le mibuzo ilandelayo: UMzalwan’ uKing wahlala njani omelele elukholweni ngoxa wayesentolongweni? Ukucula iingoma zoBukumkani kunokusinceda njani sinyamezele iimeko ezinzima ebomini? Ukukhuthaza njani umzekelo omhle wokuthembeka kaMzalwan’ uKing?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 13 ¶13-25 nempinda yesahluko (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 81 Nomthandazo