I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO APRILI 2016

Aprili 11-17

YOBHI 21-27

Aprili 11-17
  • Ingoma 83 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYobhi Wazixhathisa Iingcinga Eziphosakeleyo”: (imiz. 10)

    • Yob 22:2-7—UElifazi wasekela isiluleko sakhe kwinto angaqinisekanga ngayo nakwiimbono zakhe (w06 3/15 15 ¶7; w05 9/15 26-27; w95 2/15 27 ¶6)

    • Yob 25:4, 5—UBhiledadi wayeneengcamango eziphosakeleyo (w05 9/15 26-27)

    • Yob 27:5, 6—UYobhi akazange abavumele abanye ukuba bamenze acinge ukuba uyaphule ingqibelelo yakhe (w09 8/15 4 ¶8; w06 3/15 15 ¶8)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 24:2—Kwakutheni ukuze ukudlula emdeni kube sisono esinzulu? (it-1-E 360)

    • Yob 26:7—Yintoni ephawulekayo ngendlela uYobhi awuchaza ngayo umhlaba? (w15 6/1 5 ¶4; w11 7/1 26 ¶2-5)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 27:1-23 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: g16.2 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: g16.2 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: bh 145 ¶3-4 (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 129

  • Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe. (Yiya ku-jw.org/xh uze ujonge indawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO.) Emva koko, xubushani le mibuzo ilandelayo: Yintoni esenokubangela ukuba umntu antlontwe? Yiyiphi imiphumo emibi ebangelwa kukuntlontwa? Ungamelana njani nokuntlontwa okanye ungakuphepha njani? Ungathetha nabani ukuba uyantlontwa? Funda incwadi ethi Abantu Abaselula Bayabuza, Umqulu 2, isahluko 14.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 13 ¶1-12 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 23 Nomthandazo