• Ingoma 18 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Bulela”: (imiz. 10)

    • Luk 17:11-14—UYesu waphilisa abantu abalishumi ababeneqhenqa (iingcaciso zikaLuka 17:12, 14)

    • Luk 17:15, 16—Kwabuya wamnye wabulela kuYesu

    • Luk 17:17, 18—Le ngxelo isifundisa ukuba kubalulekile ukubulela (w08 8/1 14-15 ¶8-9)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Luk 17:7-10—Wayefundisa ntoni uYesu ngalo mzekeliso? (ingcaciso kaLuka 17:10)

    • Luk 18:8—Lukholo olunjani awayethetha ngalo uYesu kule vesi? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 18:24-43

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 19 Incwadana: “Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo”