Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Udade uxelela abanye ngo-jw.org eSão Paulo, eBrazil

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Agasti 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngendlela iBhayibhile esinceda ngayo nanamhlanje.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Bulela

Abo bafuna ukukholisa uKristu bamele bathande kwaye baxabise bonke abantu, nokuba ngabaluphi uhlanga, ibala nonqulo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Khumbulani UmkaLote

Singenza njani ukuze singamcaphukisi uThixo njengomkaLote? Kodwa kuthekani ukuba ukufuna kwethu ukuba nezinto kuyasibhekelisa kuYehova?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Funda Kumzekeliso Weemina Ezilishumi

Kumzekeliso kaYesu weemina ezilishumi, imela ntoni inkosi, amakhoboka kunye nemali?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela​​—⁠Mazi U-JW.ORG

Zonke iimpapasho ezikwiZixhobo Zokufundisa zisalathisa ku-jw.org. Xa siyazi le webhsayithi, siza kuphumelela entsimini.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Iyasondela Intlangulo Yenu”

Kungekudala uYesu uza kuza eze kuphumeza umgwebo aze ahlangule nabantu. Kufuneka sisondele kuThixo ukuze siqiniseke ukuba siyahlangulwa.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Kulungele Ukuxolela Abanye

UYehova uThixo noNyana wakhe bakhangela nantoni na emntwini ebanika isizathu sokumenzela inceba.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Umzalwana Wakho Naye Wafelwa NguYesu

UYesu wasifela sonke thina bantu banesono. Singenza njani ukuze sibathande njengoKristu abazalwana noodadewethu abakhe baphazame njengathi?