Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Agasti 2017

Agasti 7-​13

HEZEKILE 28-31

Agasti 7-​13
  • Ingoma 85 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Wazivuza Iintlanga Ezazingamnquli”: (imiz. 10)

    • Hez 29:18​—UKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni akazange afumane mvuzo ngokoyisa kwakhe nzima iTire (it-2-E 1136 ¶4)

    • Hez 29:19​—UKumkani uNebhukadenetsare wayithabathela kuye iYiputa endaweni yeTire (it-1-E 698 ¶5)

    • Hez 29:20​—UYehova wawavuza amaBhabhiloni kuba ayenze ngokuvumelana nokuthanda kwakhe (g86 11/8 13 ¶4-5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 28:12-19​—Indlela abenza ngayo abalawuli baseTire iyibonisa njani indlela kaSathana? (it-2-E 604 ¶4-5)

    • Hez 30:13, 14​—Sazaliseka njani esi siprofeto? (w03 7/1 32 ¶1-3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 29:1-12

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU