Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | HEZEKILE 39-41

Umbono KaHezekile Wetempile Kwakunye Nawe

Umbono KaHezekile Wetempile Kwakunye Nawe

40:10, 14, 16

  • Amagumbi abalindi kunye neentsika zisikhumbuza ukuba uYehova unemilinganiselo ephakamileyo yonqulo olunyulu

  • Zibuze, ‘Ziziphi iindlela endinokuyigcina ngazo imilinganiselo ephakamileyo kaYehova?’