Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Agasti 2017

Agasti 28–Septemba 3

HEZEKILE 39-41

Agasti 28–Septemba 3
  • Ingoma 107 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umbono KaHezekile Wetempile Kwakunye Nawe”: (imiz. 10)

    • Hez 40:2​—Unqulo lukaYehova lubaluleke ngaphezu kwalo naluphi na uhlobo lonqulo (w99 3/1 11 ¶16)

    • Hez 40:3, 5​—UYehova uza kuyizalisekisa ngokuqinisekileyo injongo yakhe ephathelele unqulo olunyulu (w07 8/1 10 ¶2)

    • Hez 40:10, 14, 16—Simele siphile ngokwemigaqo kaYehova ephakamileyo ukuze simnqule ngendlela eyamkelekileyo (w07 8/1 11 ¶4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 39:7—Xa abantu begxeka uThixo ngokungabikho kokusesikweni, balihlambela njani igama lakhe elingcwele? (w12 9/1 21 ¶2)

    • Hez 39:9—Emva kweArmagedon, kuza kwenziwa ntoni ngezixhobo zokulwa imfazwe eziza kushiywa ngabantu? (w89 8/15 14 ¶20)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 40:32-47

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU