Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Agasti 2017

 INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Ukholo

Hlakulela Iimpawu Ezimkholisayo UThixo​—Ukholo

ISIZATHU SOKUBA KUBALULEKILE:

  • Kufuneka sibe nokholo ukuze sikholise uThixo.​—Heb 11:6

  • Ukuba nokholo kwizithembiso zikaThixo kusinceda sinyamezele iimvavanyo.​—1Pe 1:6, 7

  • Ukungabi nalukholo kunokukhokelela kwisono.​—Heb 3:12, 13

INDLELA ONOKWENZA NGAYO:

Ndinokulomeleza njani ukholo lwam nolwentsapho?

BUKELA IVIDIYO ETHI, SUKELA IZINTO EZIKWENZA UNAMATHELE KUYEHOVA​—UKHOLO, UZE UPHENDULE LE MIBUZO ILANDELAYO:

  • Yintoni ukholo “olungenaluhanahaniso”? (1Ti 1:5)

  • Ukuze sibe nokholo olomeleleyo, ziziphi izinto ezimbi esimele siziphephe?

  • Kutheni le nto ukholo luza kufuneka ebudeni bembandezelo enkulu? (Heb 10:39)