Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Agasti 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | HEZEKILE 35–38

UGogi WakwaMagogi Uza Kutshatyalaliswa Kungekudala

UGogi WakwaMagogi Uza Kutshatyalaliswa Kungekudala

IBhayibhile isichazela ngeziganeko eziza kwenzeka ngaphambi nasemva kokutshatyalaliswa kukaGogi wakwaMagogi.

  • ISi 17:16-18

    Imbandezelo enkulu iza kuqalisa xa kutshatyaliswa ntoni?

  • Hez 38:2, 11, 15

    Ngubani oza kuhlasela abantu bakaYehova?

  • ISi 16:16

    UYehova uza kumtshabalalisa kweyiphi imfazwe uGogi wakwaMagogi?

  • ISi 20:4

    UKristu uza kulawula ixesha elingakanani?

Ndinokwenza ntoni ukuze ndilungele ukuhlaselwa nguGogi wakwaMagogi?