Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Agasti 2017

Agasti 14-​20

HEZEKILE 32-34

Agasti 14-​20
  • Ingoma 144 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umsebenzi Onzima Womlindi”: (imiz. 10)

    • Hez 33:7​—UYehova wamisela uHezekile njengomlindi (it-2-E 1172 ¶2)

    • Hez 33:8, 9​—Umlindi wayekuphepha ukuba netyala legazi ngokubalumkisa abanye (w88 1/1 28 ¶13)

    • Hez 33:11, 14-16​—UYehova uya kubagcina bephila abo bathobela isilumkiso (w12 3/15 15 ¶3)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 33:32, 33​—Kutheni sifanele siqhubeke sishumayela nakuba sigxekwa? (w91 3/15 17 ¶16-17)

    • Hez 34:23​—Le vesi iye yazaliseka njani? (w07 4/1 26 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni ­obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 32:1-16

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.4 ngaphandle​—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.4 ngaphandle​—Mmemele kwiintlanganiso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 2 ¶9-10​—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU