I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO AGASTI 2016

Agasti 8-14

INDUMISO 92-101

Agasti 8-14
  • Ingoma 28 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukuchuma Ngokomoya Ebudaleni”: (imiz. 10)

    • Nd 92:12—Amalungisa athwala isiqhamo somoya (w07 9/15 32; w06 7/15 13 ¶2)

    • Nd 92:13, 14—Abantu abadala banokuchuma ngokomoya nangona besaluphala (w14 1/15 26 ¶17; w04 5/15 12 ¶9-10)

    • Nd 92:15—Abantu abadala banokusebenzisa amava abo ukukhuthaza abanye abantu (w04 5/15 12-14 ¶13-18)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 99:6, 7—Kutheni uMoses, uAron noSamuweli beyimizekelo emihle? (w15 7/15 8 ¶5)

    • Nd 101:2—Kuthetha ukuthini ‘ukuhamba ngengqibelelo yentliziyo’ ngaphakathi ezindlwini zethu? (w05 11/1 24 ¶14)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 95:1–96:13

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.4 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.4 ngaphandle—Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 161-162 ¶18-19—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 90

  • Bantu Abadala—Ninendima Ebalulekileyo (Nd 92:12-15): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Bantu Abadala—Ninendima Ebalulekileyo. (Yiya ku-tv.jw.org, ujonge kwindawo ethi OOVIMBA BEEVIDIYO > IBHAYIBHILE.) Emva koko cela abaphulaphuli bagqabaze ngezinto abazifundileyo. Khuthaza abantu abadala babalisele abaselula ngobulumko namava abawafumeneyo. Khuthaza abaselula bacele amacebiso kubantu abadala xa besenza izigqibo ezibalulekileyo ebomini.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 21 ¶13-22, nempinda

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 29 Nomthandazo